Molweni .bendicela uncedo ngento yokutya i am 17 years ndihlala ebhayi ikhaya liseNgqushwa in Eastern Cape. Ndihlala noMama wam uTata wam kunye nosister wam ona 15 ..andiyazi mandenze njani ngoba umama akaphangeli utata usesibhedlele since the end of August ebephaya uphila