@MteeMbobosi Kulento uthi umntu akanobuyela kwiNormal life... Mna ndihlel ephehlweni since 2021 ndaphuma 2022 July... Bendingumntu ozithandela braai Kwam ozihlalelayo whom love to make jokes so as ndibuye ephehlweni andinokwazi ukwenza jokes endizithandayo nabantu n ndenze eza braii zam
@TakaTina1 Ndiyayivuyela lencoko abazali basa abantwana kwezazikolo zibhatalisa school fees xa bexakene nomqa wongakwazi bhatala fees abantwana banganikwa results banganikwa even transfer.... So trap into yemigangatho