@Luckeez @SpitchNzawumbi #Senzenjani ndikhumbula ukutya kuka mama wam mna, noncokola naye, andibalise ebezisenzeka... No Brother wam oza emveni kwam, xa endithatha card and Spade xa boleka mali, angxole kuba efuna kuviwe funa mali kuye
@Tinara, Khayelitsha