Home
Language
English
TΓΌrkΓ§e
Bahasa Indonesia
About
Privacy Policy
Terms of Service
Pricing
Sign In
Download All
Share
ONGAMA MLINGANISO
@ONGAMA13
Joined October 2013
71
Following
137
Followers
1.4K
Posts
ONGAMA MLINGANISO
@ONGAMA13
over 8 years ago
@SABCiindaba
mawubuyiselwe kulowo wayohluthelwe umhlaba,aqeqeshwe nangendlela yowusebenzisa khonukuze azuzento ngawo.
@Mthentu
ONGAMA MLINGANISO
@ONGAMA13
over 8 years ago
@Laphumaikhwezi
makuyekwe umhlaba uzihlalele,kuba kuyacaca ukuba lomba uzakohlukanisa isizwe kubini,maninzamasolotya emasiwaqwalasele
ONGAMA MLINGANISO
@ONGAMA13
over 8 years ago
@SABCiindaba
kungenzeka ukuba kwa ootitshala aba banezabelo kwabanqevu benza lomkhuba
ONGAMA MLINGANISO
@ONGAMA13
over 8 years ago
@Laphumaikhwezi
abantu bepolitiki basoloko bekhangela amadlelo aluhlaza kuba abasebenzeli luntu basebenzela izisu zabo kuphela
@mthentu
Who to follow
Nonelwa Cuba Khahla
@NonelwaK
I'm a nice and caring person bt ungakuxhaphazi ukulunga kwam
#RemoveMckenzieAngieNow
@LLaqwesha
A Pan Africanist | Racist must be eliminated nor be thrown out of our Country. BYA & Vandross Entertainment.
Mzi Bloro
@MziBloro
With God everything is possible
ONGAMA MLINGANISO
@ONGAMA13
over 8 years ago
@Uphendlo_UWFM
lomsindo ingaka ubangelwa yintiyo,inzondo nekratshi egubungele iingqondo,obubuxelegu buthathe indawo bajika umntu wasisilo
ONGAMA MLINGANISO
@ONGAMA13
over 8 years ago
@Laphumaikhwezi
ngokwenene uRamaphosa neANC bayashixiza ekusombululeni iingxaki zelilizwe,makaphumaphele uSupra Maphumaphele
@mthentu
ONGAMA MLINGANISO
@ONGAMA13
over 8 years ago
@UWFM88_106FM
abantu abafunda ukushumayela mabafundele ezinkonzweni zabo hayi kwelijelo losasazo
ONGAMA MLINGANISO
@ONGAMA13
over 8 years ago
@SABCiindaba
kwakubanzima kakhulu ukunqanda ezizganeko ngoba oluhlanga lweliphondo lwakhula luphila lukholelwa kulenkolo yokubulalana
ONGAMA MLINGANISO
@ONGAMA13
over 8 years ago
@Laphumaikhwezi
uncedile amgxothe uNancy kuba ebengasebenzi tu,noMlibo ebesiqhayisela njengobuciko athembise sijongenkalweni Dololo iinkonzo
ONGAMA MLINGANISO
@ONGAMA13
over 8 years ago
@SABCiindaba
isikolo yindawo yokufundela asiyondawo yokunyangela.masingazijongi ngokwenkolo ezizinto masizijaje ngokwamaziko.
ONGAMA MLINGANISO
@ONGAMA13
over 8 years ago
@Laphumaikhwezi
iDA izikhandengenyheketyeni ngoba izakuphulukana namanani eeVoti kuba lomama akanatyala.
ONGAMA MLINGANISO
@ONGAMA13
over 8 years ago
@SABCiindaba
iDA izikhande ngenyheketyeni ngokugxotha lomama kuba ayinabo ubungqina bezizityholo imtyabekazona yaye bazakuphulukana neeVoti
ONGAMA MLINGANISO
@ONGAMA13
over 8 years ago
@UWFM88_106FM
@IamAmaza
#lasukalahlala
kwakulapha eMzantsiAfrika yayingabadlali beJomoCosmos eVoslorus bedlala neSwalows.yayingooCibi
ONGAMA MLINGANISO
@ONGAMA13
over 8 years ago
@Uphendlo_UWFM
siyibonile ingaloyomthetho ikhawulezisa isiqoshelisa isigwebo kuSandile,ingaba kutheni kuthatha ithuba elide kumanyamatyala?
ONGAMA MLINGANISO
@ONGAMA13
over 8 years ago
@SABCiindaba
imfundo ayigugelwa koko ngumntu ogugelwayimfundo kuba esuke waswela iimpiko.ingxaki yingqesho ejonga i Age kwelilizwe
ONGAMA MLINGANISO
@ONGAMA13
over 8 years ago
@SABCiindaba
uDanny makajamelane nezityholozakhe zokudlwengula makahlukane noKhoza,okanye makabuyele kwaANC kwezinye izidlwengu
@Mthentu
ONGAMA MLINGANISO
@ONGAMA13
over 8 years ago
@SABCiindaba
ukubangumsebenzi kuyafananje nokubalikhoboka kuba mna ndaphelelwa ngumsebenzi ngenxa yePolygraphTest phofu ndingenzangaNiks
ONGAMA MLINGANISO
@ONGAMA13
over 8 years ago
@SABCiindaba
#umxholo
-2 uAkhumzi usibononile isizwe somzansiAfrika ukuba uyakwazi ukuzibonakalisa nokuqaqambisa isakhono uselusana RIP AJ
ONGAMA MLINGANISO
@ONGAMA13
over 8 years ago
@SABCiindaba
#umxholo
-1 mna ndohlukana nokubangumsebenzi ngoDec 2017 ngenxa yePolygraphTest.sabonasesifakwa kwiTest ngaphandlekwemvume yethu
ONGAMA MLINGANISO
@ONGAMA13
over 8 years ago
@SABCiindaba
ndithi Halala kumaSandawana,kubadlali,umqeqeshi nesigqeba sonke esincedisana ngokuphucula izinga lomdlalo kweliqela
Last Seen Users on Sotwe
Trai ThαΊ³ng
Seen from
Vietnam
cruisingmenSVK
Seen from
United States
Lola π»
Seen from
Malaysia
π°πΌ
Ψ§ΩΨ¨ΨΊΨ―Ψ§Ψ―Ω
pecinta shemale
Seen from
Indonesia
Ollen
Mommy
Seen from
Turkey
Onlyfans Teenager
Seen from
Korea
Jasmine Sherniππ
Seen from
France
Trends for you
1
Jalon Daniels
Under 10K tweets
2
Willie
Under 10K tweets
3
Daron Bland
Under 10K tweets
4
Christian Parker
Under 10K tweets
5
Embiid
Under 10K tweets
6
Mike Rogers
Under 10K tweets
7
Druski
Under 10K tweets
8
Indians
Under 10K tweets
9
Fort Hood
Under 10K tweets
10
Angel Martinez
Under 10K tweets
Most Popular Users
1
Elon Musk
@elonmusk
241.6M followers
2
Barack Obama
@barackobama
118.9M followers
3
Cristiano Ronaldo
@cristiano
114.6M followers
4
Donald J. Trump
@realdonaldtrump
111.8M followers
5
Narendra Modi
@narendramodi
107.2M followers
6
Rihanna
@rihanna
98.7M followers
7
NASA
@nasa
92.3M followers
8
Justin Bieber
@justinbieber
91.8M followers
9
KATY PERRY
@katyperry
90.1M followers
10
Taylor Swift
@taylorswift13
84M followers
11
Lady Gaga
@ladygaga
75.5M followers
12
Virat Kohli
@imvkohli
73.5M followers
13
Kim Kardashian
@kimkardashian
70.9M followers
14
YouTube
@youtube
68.8M followers
15
Neymar Jr
@neymarjr
66.5M followers
16
Bill Gates
@billgates
65.2M followers
17
Selena Gomez
@selenagomez
63.1M followers
18
The Ellen Show
@theellenshow
62.2M followers
19
CNN
@cnn
61.8M followers
20
X
@x
60.7M followers
Olivia
Online
β¨
β
π«