Ndingu Hugo today bendizodlala 4-3-3 Mokoena,Adams & Mbatha then Maseko & Appollis as wingers.Uzive supporters zizothi defensive ๐๐๐๐
Akhobantu bafeketha ngathi ngabalandeli be bhola South Africa ๐๐คฃ๐คฃ๐worse ngabantu abadala now nilwa Mokoena ngenxa yengoma ayiculileyo ๐๐๐คฃ๐คฃ๐๐
Abanye bathi ixhego aliyazi ibhola ๐คฃ๐คฃ๐๐คฃ๐คฃThe only coach kwazileyo usisa kwi World Cup after so many years ,coach yafika kunzima nokuba siyekwi AFCON ๐คฃ๐๐คฃaniziva shame
Bafana Bafana starting 11
Williams,Mudau,Modiba,Mbokazi,Okon,Adams,Mokoena,Moremi,Apollis,Mofokeng,Fosler โ๏ธโ๏ธ11 June 2026 โฝ๏ธawu Madala wethu Hugo โ๏ธ
Anyway uyababona abantu ababukela only team zabo qha ๐๐๐omnye ude wathi Monyane ube better kule season than Matuludi ๐๐๐๐ubone nje ukuba nha uthanda team not bhola lo
Cape Town City starlet Emile Witbooi criticized for lack of maturity๐ง
"He needs to reflect on what he has done wrong in the past. Learn the lessons and donโt repeat them. If you repeat what you've done, then you are not maturing, and you are not a good professional either.โ
Read moreโก๏ธ https://t.co/5jUkIaZWRp
Mna Iโm happy sesi squad asoze ndilwele players ze Chiefs kuba iyi team yam,Hugo bize most ye players ekudala esebenza nazo.Nina nicinga uzo change nge last minutes weeeee๐คฃ๐๐๐
@Lwandy_Msengana@MDNnewss ๐๐๐๐๐๐akhonto ingeso stress kuni yazi anyway ukuphendula uyavana kakhulu ne owners zala farm,the only black owned wine farm kweli Kapa ๐๐