Top Tweets for #Channel163
Igqonyela ye-yunivesithi yase Fort Hare ivakalise ukuba bazakusilwa isicelo senkulubaphathiswa yaseMpuma Koloni u-Oscar Mabuyane so kumisa uphando ngezityholo eziphathelene nemfundo yakhe enomsila. #iindabazethu #newsonwethu #channel163

Amapolisa kwiphondo laKwaZulu-Natal akhangela abarhanelwa emva kokudutyulwa kubulawe abantu abasixhenxe kwi-hostela iGlebelands ekuseni namhlanje. Ungaphoswa lelinqaku namanye kwiindabazethu ku #Mzansiwethu ngentsimbi yesixhenxe ngokuhlwa.
#iindabazethu #NewsOnWethu #Channel163

Usekela mphathiswa wophuhliso loluntu uHendrietta Bogopane-Zulu undwendwele iphondo loMntla Ntshona kwiphulo likarhulumente elibizwa ' Chommy' neliyinxalenye yeveki yokukhusela abantwana.
#iindabazethu #NewsOnWethu #Channel163

#Eziphambili
Uvele okokuqala namhlanje eNkundleni uMninikhaya Mvuli.
Liyaqhuba ityala lika Gqirha Magudumana.
Isebe lamanzi nogutyulo lizakusebenzisana nesixeko sase Tshwane.
#iindabazethu #newsonwethu #channel163
Liyaqhuba ityala lika-Gqirha Nandipha Magudumana kwinkundla ephakamileyo yase-Bloemfontein, nalapho atyhola amapolisa eli ngelithi ukubanjwa kwakhe kwilizwe lase-Tanzania kwakungekho semthethweni kwaye ayengenalo igunya lokwenza oko. #iindabazethu #NewsOnWethu #Channel163

#Kweziphambili
Lenyuke ngomyinge we-3.4% izinga lokubulawa kwabantu kweli.
ULesufi uvule iziko-eliqeqesha oosomashisshini a basakhasayo kwicandelo lemveliso lezixhobo zezithuthi ePitoli.
Sinalo nodliwano ndlebe nemvumi uDeborah Cox.
#iindabazethu #newsonwethu #channel163
Kuzakuqhum'uthuli kubemanzi iisali xa i-Orlando Pirates ingquzulana ne-Sekhukhune United kumdlalo wamagqibela-kankqoyi wendebe ye-#NedbankCup nozakubanjelwa kwibala lase Loftus ePitoli ngentsimbi yesithandathu ngokuhlwa nje.
#iindabazethu #NewsOnWethu #Channel163 #Nedbankcup

Namhlanje ezindabeni sivakashele uzime osemcane eSoweto. Thola kabanzi ngaye ezindabeni zethu kusihlwa ngehora lesikhombisa ku Mzansi Wethu channel 163. #izindabaku163 #NewsOnWethu #Channel163

Usekhona u @ThabileStella ukuzokwethulela izindaba ngehora lesikhombisa kusihlwa kuMzansi Wethu ehamba no @kwandwam1 ozokutolikela ngolwimi lwezimpawu. Ukhona no @DicksyMdlalose nomhlahlo wesimo sezulu. #izindabazethu #izindabaku163 #Channel163 #NewsOnWethu

UMengameli u Cyril Ramaphosa uthi luselude uhambo okusamele luhanjwe ukuze umthethosiseko wakulizwe usebenzele wonke umuntu. #izindabaku163 #Channel163 #newsonwethu
Usemi ngomumo u @ThabileStella ukuzokwethulela izindaba ngehora lesikhombisa kusihlwa kuMzansi Wethu ehamba no @kwandwam1 ozokutolikela ngolwimi lwezimpawu. Ukhona no @DicksyMdlalose nomhlahlo wesimo sezulu. #izindabazethu #izindabaku163 #Channel163 #NewsOnWethu

Kusenjalo i EFF e Eastern Cape ithi ijabule ngendlela abalandeli bayo abaziphathe ngayo emibhikishweni yanamhlanje. Sixhumane nentatheli yezindaba zethu u Siphosethu Booi.
#NationalShutDown #izindabaku163 #NewsOnWethu #Channel163
Umbhikisho we EFF ushaye kwezwela ematekisini nakulabo abadayisa emgwaqeni.
#NationalShutDown #izindabaku163 #NewsOnWethu #Channel163
Mbukeli besikubuzile kunhlolovo yethu ku Twitter ukuthi ingabe ube impumelo yini umbhikisho we EFF. #NationalShutDown #izindabaku163 #NewsOnWethu #Channel163
Baphawulile ababukeli ngombhikisho we EFF.
#NationalShutdown #izindabaKu163 #newsonwethu #Channel163
Bringing you @IzindabaZethu on Mzansi Wethu Channel 163 shortly at 19:00. Please tune in. #IzindabaZethu
#IindabaZethu
#Isikhathisifikile
#Ixeshalifikile
#Ingqophamlando
#MzansiWethu
#Channel163
#NewzroomAfrika @Newzroom405

Have you heard? @IzindabaZethu coming to you on the 27th of February. You don't want to miss it! @MzansiWethu

Last Seen Hashtags on Sotwe
minichat
Seen from Germany
ΰΉΰΈ’ΰΉΰΈΰΉΰΈΰΈΰΉΰΈ²
Seen from Thailand
younghoe
Seen from Mexico
snapchat
Seen from Mexico
volvox
Seen from United States
MagaLiars
Seen from United States
ΩΩΩ
_ΩΨ§Ψ‘
Seen from United States
ComOpND
Seen from United States
ΰΈΰΈΈΰΈΰΈ‘ΰΈͺΰΈΈΰΈ
Seen from Thailand
Most Popular Users

Elon Musk 
@elonmusk
241.7M followers

Barack Obama 
@barackobama
119M followers

Cristiano Ronaldo 
@cristiano
114.4M followers

Donald J. Trump 
@realdonaldtrump
111.9M followers

Narendra Modi 
@narendramodi
107.2M followers

Rihanna 
@rihanna
98.7M followers

NASA 
@nasa
92.4M followers

Justin Bieber 
@justinbieber
91.8M followers

KATY PERRY 
@katyperry
90M followers

Taylor Swift 
@taylorswift13
83.9M followers

Lady Gaga 
@ladygaga
75.4M followers

Virat Kohli 
@imvkohli
73.4M followers

Kim Kardashian 
@kimkardashian
70.9M followers

YouTube 
@youtube
68.8M followers

Neymar Jr 
@neymarjr
66.4M followers

Bill Gates 
@billgates
65.2M followers

Selena Gomez 
@selenagomez
63.1M followers

The Ellen Show
@theellenshow
62.3M followers

CNN 
@cnn
61.8M followers

X 
@x
60.7M followers










