Top Tweets for #bee14
@PastortheDJ @UWFM88_106FM #Bee14 My previous company yathi retrench abantu 2 tyms ndasinda kodwa kwi 3rd tym yatshona nywam apo ke yaya kwi Liquidation pofu ndifumana lo call ngo Dec ndisekhaya. All I can say Bhutiza it was a blessing in disguise kwakukubi pha ngenxa ye racist
@PastortheDJ @UWFM88_106FM @ntsabomluleki #Bee14
Morning Guys
Ngu Ntondo wase khaya u Babes..yhuu etown umiswa nakayi 100 ngabantu ukhwazwa ngapha nangapha ..2 minutes . 2 minutes ....hello Babes ndive ba ndibudikwa kukuma aoko e town fike ndincumeza ecaleni kwakhe
@PastortheDJ @UWFM88_106FM #Bee14
Bhutiza mholo
Please torho.naba
Nomahomba Lonake
Lulamile Khwalo Fotoyi ππππ
@PastortheDJ @UWFM88_106FM #Bee14 Mna pha ngo 2011 ndandisendigqibile uba ndiya resigner ngoba ndandidikwe yhi Boss yalandawo, waye racist too much , qha nge lucky la company yayaya kwi liquidation yavalwa..ndathi enkosi Bawo , ndab3 ndingenalo nethemba . Yhuu kwakukubi phaya
@PastortheDJ @ntsabomluleki @UWFM88_106FM @mafa_bavuma.
#BEE14
Zezika Chris Bavuma uzinikelwe ngu @DQFab_ZA
@PastortheDJ @ntsabomluleki @UWFM88_106FM @mafa_bavuma.
#BEE14
Zezika Chris Bavuma uzinikelwe ngu DQ.
@PastortheDJ @UWFM88-106 #BEE14 Skeem ndicela ukuthi happy birthday kwaba: Phumzile Mpini Mbhobho, Emihle Jongilanga no Noluvuyo Mankeya @Mqanduli eNtsitshana
@PastortheDJ @ntsabomluleki @mafa_bavuma @UWFM88_106FM #BEE14 Abaphulaphuli abanikholelwa xa nisithi anipeyi,niqhwatyelwa izandla #PennyNtuli
@PastortheDJ @ntsabomluleki @UWFM88_106FM @mafa_bavuma.
#BEE14
Ewe ndiyazibona Bhutiza yheeeyi ubangathi ukwenye province zi light kakuhle kakuhlu ezanto zisendleleni, ubangase ungenza utshee tshe tshe
@UWFM88_106FM @PastortheDJ @mafa_bavuma @ntsabomluleki
#Bee14 Molweni Skeem yooooo Hayi ndivuke ndicinga lento ka Lusizo hayi ndiyanicoma ni Strong nyani ukusasaza nilimele askisini hlee Nathi sibuhlungu ndise Sterkspruit
@PastortheDJ @ntsabomluleki @UWFM88_106FM @mafa_bavuma.
#BEE14
Ngu Mafa lowa uthetha pha, qha andimazi uba udibanaphi noo prevail over us, Nguye kodwa
@PastortheDJ @ntsabomluleki @UWFM88_106FM @mafa_bavuma.
#BEE14
Ngu Mafa lowa uthetha pha, qha andimazi uba udibanaphi noo prevail.
@PastortheDJ @ntsabomluleki @UWFM88_106FM @mafa_bavuma.
#BEE14
Ngu Mafa lowa uthetha pha, qha andimazi uba udibanaphi noo prevail
Good Morning Skeem Ndicela uzibhafisa....It's My birthday todayππ @UWFM88_106FM @PastortheDJ @ntsabomluleki #BEE14
@UWFM88_106FM @PastortheDJ #BEE14 hayshuuuu le mix asisajaivi kule ofisi nifuna sigxothwe nina ngu Mastish @Alice
@UWFM88_106FM @PastortheDJ #BEE14 happy birthday ku Lusithe Bhofolo no Sgronyonyo Mbulelo Majiba @Mphekweni eNgqushwa
Last Seen Hashtags on Sotwe
Most Popular Users

Elon Musk 
@elonmusk
240.7M followers

Barack Obama 
@barackobama
119.2M followers

Donald J. Trump 
@realdonaldtrump
111.7M followers

Cristiano Ronaldo 
@cristiano
110.7M followers

Narendra Modi 
@narendramodi
107M followers

Rihanna 
@rihanna
97.7M followers

NASA 
@nasa
92.2M followers

Justin Bieber 
@justinbieber
90.9M followers

KATY PERRY 
@katyperry
87.7M followers

Taylor Swift 
@taylorswift13
81.6M followers

Lady Gaga 
@ladygaga
73.1M followers

Virat Kohli 
@imvkohli
70M followers

Kim Kardashian 
@kimkardashian
69.8M followers

YouTube 
@youtube
68.7M followers

Bill Gates 
@billgates
63.9M followers

Neymar Jr 
@neymarjr
62.8M followers

The Ellen Show
@theellenshow
62.4M followers

CNN 
@cnn
61.9M followers

X 
@x
60.8M followers

Selena Gomez 
@selenagomez
60.8M followers








