Top Tweets for #bee17
@PastortheDJ @UWFM88_106FM #Bee17
Mna ndonwabela kakhulu I bran muffins xa zenziwe yhi chomie yam, yheyyy uyazicwaba sheim . Xa zenziwe ndim azinayo la that thing. Zivele zibe javjav ezam sheim. Enkosi ndise Tsomo ❤️
@ntsabomluleki ##BEE17 Tjo Skeem mna kuye kube sisonka sombhako okanye esamamzi sibelafulafu ndise Stellenbosch university @UWFM88_106FM
@PastortheDJ ##BEE17 Tjo Skeem mna kuye kube sisonka sombhako okanye esamamzi sibelafulafu ndise Stellenbosch university @UWFM88_106FM
Ibuhlungu lento yale game hangman ziyazixutha ingqondo zabantwana ezi game zinobusathana.Bhutiza owam uke wandibonisa uba uthetha no Beyonce ku snapchat ndam shouta ininzi into ekwezi foni esingazaziyo kukho nale yama China ininzi nje into.
#bee17 @PastortheDJ @ntsabomluleki
@PastortheDJ @ntsabomluleki @UWFM88_106FM #BEE17: Hayi manene andifunuxoka mna ndazi nje amagqabantshintshi kwiimfonomfono zabo ,akukhonto khe ndiyiqaphele kodwa ininzi into abayi dowloader ku-youtube qha ndisazama ukucupha ukuba azinabungozi na ,ngoba eziziganeko zindothusile
@UWFM88_106FM @PastortheDJ #BEE17 Bakhuluwa kumnyama ebhodini kum kwangale game so namhlanje ingathi ndifundile apha kuni manene and kengoku mna andizihoyanga ifoun zabo so nindenza ndivundle ngoku ndizijonge ezi foun zabo manene @021
@PastortheDJ @ntsabomluleki @UWFM88_106FM @mafa_bavuma #BEE17 Ayingo Busi Magxarha losisi we shower? 🤣🤣🤣🤣🤣🤣
@PastortheDJ @mafa_bavuma @ntsabomluleki @UWFM88_106FM #BEE17 #umyinge_ekhulwini Skeem yiyo yiyo yiyo i thadaaa xa efika ngala dyasi ka undertaker🥰, ndise Matatiele
@UWFM88_106FM Molweni skeem ndivuka nani, Ndisendlelen esuka eMthatha eyeMonti sithe chuu kakhle nani uyongena, yimini ebalulkje kakhulu le kum. Vukani Bo! #BEE17 @PastortheDJ
@UWFM88_106FM @PastortheDJ @ntsabomluleki #Bee17 #Birthdays Skeem ndicela ukubhafisa uLiso Mpongo noMacebo Mambush Mamase @George
@PastortheDJ @UWFM88_106FM #bee17 HBD NOKWANDISA MTHOTYWA NO MAMU XHIPHULA ONGUMKHOKELI WAKWA QAMATA
@ntsabomluleki @PastortheDJ @UWFM88_106FM #Bee17 #Birthdays Skeem ndicela ukubhafisa uLiso Mpongo noMacebo Mambush Mamase @George
@PastortheDJ @ntsabomluleki @UWFM88_106FM #Bee17 #Birthdays Skeem ndicela ukubhafisa uLiso Mpongo noMacebo Mambush Mamase @George
Last Seen Hashtags on Sotwe
Most Popular Users

Elon Musk 
@elonmusk
240.6M followers

Barack Obama 
@barackobama
119.2M followers

Donald J. Trump 
@realdonaldtrump
111.7M followers

Cristiano Ronaldo 
@cristiano
110.6M followers

Narendra Modi 
@narendramodi
107M followers

Rihanna 
@rihanna
97.7M followers

NASA 
@nasa
92.2M followers

Justin Bieber 
@justinbieber
90.9M followers

KATY PERRY 
@katyperry
87.7M followers

Taylor Swift 
@taylorswift13
81.5M followers

Lady Gaga 
@ladygaga
73.1M followers

Virat Kohli 
@imvkohli
69.9M followers

Kim Kardashian 
@kimkardashian
69.8M followers

YouTube 
@youtube
68.7M followers

Bill Gates 
@billgates
63.9M followers

Neymar Jr 
@neymarjr
62.7M followers

The Ellen Show
@theellenshow
62.4M followers

CNN 
@cnn
61.9M followers

X 
@x
60.8M followers

Selena Gomez 
@selenagomez
60.8M followers












