@joy_zelda Disgrace? Nikatyiwe nibiza abantu ngamagama kuba nifuna mali zabo, this guy doesn't owe us anything, hes working for his family bt for black people
Sidinga uyeka lento hlelinje sifuna upiwa, soloko sicela amalizo xa singapiwanga sifuna ubulala umntu